3 Bed House in Zwide

18 hewana
3 2 1 284 m² 172

NAWE YITHI UZIFUMANELE ITHUBA LOKUBA NGUMNIKAZI WALOMZI UHLE UKWIZINGA ELIPHEZULU KWILOKISHI YASE ZWIDE E GQEBERHA!

Lomzi uzidla ngamagumbi amathathu okulalala (3 bedrooms), elonagumbu likhulu lokulala libene bathroom yalo ene tiolet ezimbini, shower ne basin. kubekho itile phantsi nasedongeni.

Ezimbini i room zisebenzisa i bathroom enye.

Ikhitshi lakhona likhulu line built-in cabinets indawo ayanela initovu esikhulu, kunye nendawo eyanela i double door fridge.

Ibenamagumbi amathathu okuhlala, elokuqala yi lounge ene fire place, ibeyi dinning room, kuze kubekho ne Tv room eyodwa esithakeleyo. Ngaphambili ukhawulelwa ligumbi elivulekileyo, kodwa elikhuselekileyo elenzelwe ukuphumla okanye ukugcakamela ilanga (sun room / intertainment area), libiyelwe nge alluminium glass doors and windows ezimhlophe kwenzela kubelula ukulivula xa litshisa ilanga, ukwazi nokulivala xakubanda.

Lendlu ine double garage that operates on remote, ivalekile macala onke kwaye ikhuselekile!

Nditsalele umxeba ndikuse uyokuzibonela!!!

Walala Wasala!!!

Property details

  • Listing number T4312488
  • Property type House
  • Erf size 284 m²
  • Floor size 172 m²
  • Rates and taxes R 630

Property features

  • Bedrooms 3
  • Bathrooms 2
  • Lounges 2
  • Dining Areas 1
  • Garages 2
  • Covered Parkings 1
  • Flatlets
  • Pet Friendly
  • Balcony
  • Laundry
  • Patio
  • Security Post
  • Entrance Hall
  • Fireplace
  • GuestToilet

Photo gallery

>